Interpreter / Itoliki / Tolk

2 days ago


Stellenbosch, South Africa Stellenbosch University Full time

Duties/Pligte
- Interpreting during lectures and other occasions in both English and isiXhosa;
- Granting active support to fellow interpreters during lectures;
Handling administrative tasks related to educational interpreting;
- Liaising with clients (lecturers and users) before, during and after lectures;
Gathering and processing data about interpreting (action research);
- Audio translation of lecture recordings (educational podcasts).
- Ukutolika ngelixa lezifundo neminye imisitho ngesiNgesi nangesiXhosa;
- Ukunikezela ngenkxaso ebonakalayo kwezinye iitoliki ngelixa lezifundo;
- Ukuhlola umgangatho kutoliko lwayo buqu itoliki kunye nolo lwezinye iitoliki;
- Ukujongana nemisebenzi yolawulo engokuphathelene notoliko lwezemfundo;
- Ukusebenzisana nabaxhasi (abahlohli nabasebenzisi) ngaphambi kotoliko, ngelixa lotoliko nasemva kotoliko;
- Ukudalwa, ukuhlaziywa nokulondolozwa koluhlu lwesigama esingokuphathelene nesihloko sesifundo eso;
- Ukuqokelelwa nokuhlalutywa kwedatha emalunga notoliko (uphando lokusebenza);
- Uguqulo-lwimi olwenziwa ngesishicileli-lizwi loshicilelo lwezifundo (iipodkhasthi zemfundo).
- Tolking tydens lesings en ander geleenthede in sowel Engels as isiXhosa;
- Verlening van aktiewe steun aan medetolke tydens lesings;
- Toepassing van gehaltebeheer op eie tolkproduk en die van medetolke;
- Hantering van administratiewe take verbonde aan opvoedkundige tolking;
- Skakeling met kliënte (dosente en gebruikers) voor, tydens en na lesings;
- Skep, bywerking en instandhouding van vakverwante termlyste;
- Insameling en verwerking van data oor tolking (aksienavorsing);
- Oudiovertaling van lesing-opnames (opvoedkundige podsendings).

Job Requirements/Pos Vereistes
- A qualification in Language Practice (translation / editing / interpreting);
- At least two years' professional experience of interpreting in isiXhosa and English;
- Excellent skill in educational and/or conference interpreting;
- Excellent verbal and written communication skills and comprehension in isiXhosa and English;
The ability to excel under pressure;
- The ability to work effectively in a team.
**_
- Isidanga sebhatshela okanye ikhwalifikheyishini elinganayo nale kummandla onxulumene neelwimi, equka isiXhosa njengesinye seziifundo ezisikweni esiphumelelweyo;
- Ikhwalifikheyishini kuSetyenziso lweeLwimi (uguqulo-lwimi / uhlelo / utoliko);
- Iminyaka emibini ubuncinane yamava okutolika okuprofeshinali ngesiXhosa nangesiNgesi;
- Isakhono esibalaseleyo sokutolika ezifundweni kunye/okanye nakwiinkomfa;
- Izakhono zonxibelelwano ezibalaseleyo, ezangomlomo nangokubhaliweyo ndawonyenokuqonda, ngesiXhosa nangesiNgesi;
- Izakhono ezisebenzayo zokusebenzisa ikhompyutha ngokujoliswe ku-MS Office, u-Google Drive, iDropbox, i-intanethi, uWhatsApp ne-imeyili;
- Isakhono sokubalasela phantsi koxinzelelo;
- Isakhono sokusebenza kakuhle xa usebenza uyinxalenye yeqela labantu.

**_
Abagqatswa abafakwe kuluhlu lwabo kuya kukhethwa ophumeleleyo kubo kufuneka babe bazimisele ukuba bagqibe uvavanyo lokusebenzisa ikhompyutha, uvavanyo lwezakhono zokutolika kunye/okanye ovavanyo lobuchule boguqulo-lwimi._**
- 'n B-graad of gelykwaardige kwalifikasie in 'n taalverwante veld met isiXhosa as een van die formele akademiese vakke geslaag;
- 'n Kwalifikasie in Taalpraktyk (vertaling / redigering / tolking);
- Minstens twee jaar professionele ervaring van tolking in isiXhosa en Engels;
- Uitstekende vaardigheid in opvoedkundige en/of konferensietolking;
- Voortreflike mondelinge en skriftelike kommunikasievaardigheid en begrip in isiXhosa en Engels;
- Doeltreffende rekenaarvaardigheid ten opsigte van MS Office, Google Drive, Dropbox, die internet, WhatsApp en e-pos;
- Die vermoë om uitstekend onder druk te werk;
- Die vermoë om doeltreffend binne spanverband te werk.

**_
Kandidate wat die kortlys haal, moet bereid wees om 'n rekenaartoets, tolkvaardigheidstoets en/of vertaalvaardigheidstoets af te lê._**

Recommendation/Aanbeveling
- Accreditation as a simultaneous interpreter from the South African Translators' Institute;
- Work experience gained in a language service environment or at a higher education environment;
- Expansive general knowledge and wide field of interest;
- Attention to detail;
- Sound knowledge of language, language structure and linguistics.
- Ukuvunywa njengetoliki etolika ngelixa isithethi sithetha ukusuka kwiZiko leeToliki loMzantsi Afrika;
- Amava omsebenzi afunyenwe kwimeko yomsebenzi ongenkonzo yeelwimi okanye kwiziko lemfundo ephakamileyo;
- Ulwazi oluphangaleleyo jikelele nokuba nomdla ezintweni ezininzi ngokubanzi;
- Ukuba nengqwalasela kuzo zonke iinkcukacha;
- Ukuba nolwazi oluvisayo ngezeelwimi, isakheko solwimi nezifundo zolwimi.
- Akkreditasie as simultaantolk van die Suid-Afrikaanse Vertalersinstituut;
- Werkservaring verwerf in 'n taaldiensomgewing of hoëronderwysomgewing;
- Wye algemene kennis en breë belangstellingsveld;
- Fokus op detail;
- Grondige kennis van taal, taalstruktuur en taalgebruikskunde.



  • Stellenbosch, South Africa Stellenbosch University Full time

    Duties/Pligte - Offering SASL interpreting for Deaf staff and students at SU, as determined by academic schedules, departments and in accordance with the professional and personal needs of Deaf staff and students; - Offering language support (e.g., assisting with written communication and interpreting of documents) in accordance with the needs of Deaf staff...